Job 7:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndonile; ndiyenza nto nina kuwe noko, wena mlindi wabantu? kunganina ukuba undibekile ndibe yinto yokuwelwa kuwe, ndide ndibe ngumtwalo kwa kum?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndithe ndona, ndingakwenza ntoni na? Wena mlindi woluntu, Yini na ukuba undenze itekeni, Ndibe ngumthwalo kum?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndonile; ndithini na ngawe, Msindisi wabantu? yini na ukuba undenze umqondiso kuwe, ukuba ube ngumthwalo kum?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ukuba ndiyona, ikukhathaza ngani loo nto, wena Malusi woluntu? Ngani ukuba ndibe selisweni lakho kangaka? Ngaba ndingumthwalo ongako kuwe?