Job 7:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nxa ndilele pantsi, sendisiti: Ndiya kuvuka ninina, bumke ubusuku? kanjalo ndincanyiswa kukuzamazama kude kuse.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndakuba ndilele phantsi, ndithi, Ndiya kuvuka nini na?Ukuhlwa kolukile, Ndidikiwe kukuqikaqikeka kude kuse.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa ndileleyo ndithi, Ndiya kuvuka nini na, ubusuku budlule? ndaqina isibindi ndaya ngapha nangapha kwade kwasa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa ndilalayo ndithi: ‘Yaz'ba kuya kusa nini na?’ Nobo busuku ke busuka bube bude gqitha, ke mna ndibe ndimbola-mboleka kude kuse.