Job 8:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zikwa njalo indlela zabo bonke abamlibalayo utixo; netemba lomginwa lona liya kububa:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Unjalo umendo wabo bonke abamlibalayo uThixo, Nethemba lomkhohlisi liyadaka;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zizo ezo iindlela zabo bonke abamlibalayo uThixo; nethemba labahanahanisi liya kutshabalala;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iba njalo indlela yabo bonke abamlibalayo uThixo; ewe, ithemba lâbo bangamnquliyo uThixo liyadaka.