Job 8:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwoda kube ninina uya kuteta ezi zinto, ati amazwi omlomo wako abe ngumoya onamandla?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kunini na uthetha izinto ezinje? Engumoya omkhulu amazwi omlomo wakho?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Koda kube nini na nithetha ezi zinto? Aya kude abe njengomoya onamandla, amazwi omlomo wakho?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Mfondini, koda kube nini ushwaqa, usenza imbudede yamazwi afana nomoya obhudlayo?