Job 8:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
abatiyi bako baya kwambatiswa idano: kanti intente yabakohlakeleyo ayiyi kuba iseko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abakuthiyayo baya kwambatha ukudana, Ingabi sabakho intente yabangendawo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baya kudana abakuthiyayo; nekhaya labangendawo liya kutshatyalaliswa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke bona abakuthiyileyo baya kwambathwa lihlazo; kanti ke yona imizi yabakhohlakeleyo iya kubhanga.”