Job 8:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakuba ukuqala kwako bekukuncinane, okwasemva kwako bekuya kuba kukulu kunene.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuthi ukuqala kwakho kube kuyinto encinane, Ukuphuma kwakho kube kukhulu kakhulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nakuba isiqalo sakho besincinane, kodwa isiphelo sakho siya kukhula kakhulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, ubunayo inkqubela ngaphambili, kodwa ayinakulinganiswa nendyebo owoba nayo esiphelweni.