Job 9:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona ke, uti ṙintyi; ngubanina ongamnqandayo? ngubanina oya kutsho kuye ukuti: Wenza nto nina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabona, exwila, ngubani na ongamnqandayo? Ngubani na ongathi kuye, Wenza ntoni na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabona, exwila, ngubani na ongamnqandayo? Ngubani na oya kuthi kuye, Wenza ntoni na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Khona selengade athathe into, ngubani ongamnqandayo? Akekho nongabuzayo athi: ‘Wenza ntoni ke?’