Job 9:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Utixo akayi kusonga ingqumbo yake; bayatoba ngapantsi kwayo abancedi abaner̔atshi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UThixo akawunqandi umsindo wakhe; Bayasibekeka phantsi kwakhe abancedi bakaRahabhi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba uThixo akawunqandi umsindo wakhe, Baya kuqubuda kuye abancedisi abanekratshi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku uThixo akabuyi ngamva ngengqumbo yakhe; neentshaba zakhe ezazithelela uRahabhi isilo saselwandle wazinyhasha.