Job 9:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba kutetwa ngamandla, bona ke, unamandla yena; ukuba kutetwa ngokumema, ngubanina oya kundimisela ixesha?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba yinto yamandla ekhalipha, uthi, Ndim okhoyo! Ukuba yinto yomgwebo, uthi, Ngubani na oya kundimema?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ndithe ndaqinisa, uthi, Yabona, womelele;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa kuthethwa ngamandla, nguye onawo; xa kuthethwa ngobulungisa, nguye onokundimangalela.”