Job 9:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngenyaniso ndiyakwazi ukuba kunjalo: kodwa angati nina umntu ukuba nokulunga pambi kwotixo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Okwenene, ndiyazi ukuba kunjalo; Ke angathini na umntu lo ukuba lilungisa phambi koThixo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiyazi ukuba kuyinyaniso oko; Ke angathini na umntu lo ukuba lilungisa phambi koThixo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ewe, ndiyazi ukuba kunjalo; kambe ke umntu angaphumelela njani xa emi enkundleni noThixo?