Job 9:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Inye into le, kungoko enditshilo: ofezekileyo nokohlakeleyo uyabapelisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kunye oko; ngenxa yoko ndithi, Ogqibeleleyo nongendawo uyabatshabalalisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Le yimbi le nto; ngenxa yoko ndithe, Olilungisa nongendawo uyabatshabalalisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba kaloku kuyafana; yiyo loo nto ke ndithi: ‘Yena utshabalalisa bonke, abamsulwa ngokunjalo nezaphula-mthetho.’