Job 9:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ndiyoyika zonke intlungu zam: ndiyazi ukuba akuyi kundigwebela:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndisuka ndinxunguphale ziimbulaleko zam zonke, Ndazi ukuba akuyi kuthi ndimsulwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiyazoyika zonke iinkxwaleko zam, Ndiyazi, ngokuba aniyi kundifuna;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ndisuka ndoyike ndibe namanwele, kuba ndiyaqonda ukuba wena akungeke undibalele njengongenatyala.