Job 9:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ndoba netyala: kunganina ke ukuba ndifumane ndizama?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuthiwa ndingongendawo mna; Yini na le nto ndifumana ndizixhamla?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ndithe ndabangongendawo, yini na ukuba ndifumane ndasebenza?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke, ukuba ndiza kugwetywa, ngani ukuba ndibe sazabalaza?