Job 9:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba engenguye umntu, njengam, endingampendulayo, singene kunye ekugwebeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba akamntu yena, njengam nje, ukuba ndimphendule, Siye ndawonye ematyaleni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yokuba akangomntu njengam ukuba ndimphendule, yaye siya kugwetyelwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ebengumntu na kakade ukuba ndibe ndiphendulane naye? Hayi, bendingeze ndime naye enkundleni!