Job 9:35 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngenditeta, ndingamoyiki: ngokuba ndingenjalo mna pakati kwam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndothetha ke ndingamoyiki; Kuba andivi kunjalo mna eluvalweni lwam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bendiya kuthetha, ndingamoyiki; ke kum akunjalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa kunjalo ke ndingatsho ndithethe ndingenaloyiko, kodwa ngale ndlela izinto zimi ngayo ngoku andinako.”