Joel 1:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukudla akunqanyulwanga pambi kwamehlo etu na? kwa n ovuyo nomgcobo endlwini katixo wetu na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akunqumke phambi kwamehlo ethu na ukudla, imivuyo nemigcobo endlwini yoThixo wethu?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ayinqunyulwanga na inyama phambi kwamehlo ethu, nemivuyo nemivuyo endlwini yoThixo wethu?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku kona ukutya suka kwanqanyulwa phambi kwamehlo ethu. Asisathethi ke ngemivuyo nolonwabo – alusekho nasendlwini kaThixo wethu.