Joel 1:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Xelelani abantwana benu ngako, nabantwana benu mabaxelele abantwana babo, nababo abantwana isizukulwana sasemva.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuxeleni koonyana benu, oonyana benu bakuxele koonyana babo, oonyana babo bakuxele kwisizukulwana esisemva kwabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuxeleni koonyana benu, oonyana benu bakuxele koonyana babo, oonyana babo bakuxele kwisizukulwana esisemva kwabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke, yixeleni kubantwana benu; nabo ze bayixelele abantwana babo, ukuze nabo bayixelele isizukulwana esizayo.