Joel 1:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Okushiyiweyo ngumqikela, kudliwe yinkumbi; nokushiyiweyo yinkumbi, kudliwe sisiboto; nokushiyiweyo sisiboto, kudliwe nguṙuxeshe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Okushiywe ngumqikela kudliwe yinkumbi, okushiywe yinkumbi kudliwe ngumkhothululi, okushiywe ngumkhothululi kudliwe ngumnqunquthi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Okuseleyo kumpethu kudliwa ziinkumbi; okuseleyo kwadliwa ziinkumbi; okuseleyo eenkumbini, kwadliwa ngumqikela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oko kushiywe ngumqikela kudliwe yinkumbi; okushiywe yinkumbi kudliwe ngumkhothululi; ukanti okushiywe ngumkhothululi kudliwe ngumnqunquthi!