Joel 1:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba isizwe sinyukele pezu kwelizwe lam, esinamandla, esingenakubalwa; amazinyo aso ngamazinyo engonyama; sinamenyo omhlati engonyamakazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ezweni lakowethu kunyuke uhlanga olunamandla, olungenakubalwa; amazinyo alo ngamazinyo engonyama, nawemihlathi alo ngawengonyamakazi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa enokuba lungene ezweni lam uhlanga olunamandla, olungenakubalwa, olumazinyo amazinyo engonyama, nezidlele zengonyama enkulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku eli lizwe lihlaselwe ngumkhosi; ewe, ziingwanyalala eziyinyambalala. Ngenene zizinto ezimazinyo angxavula okwengonyama. Ngonyamakazi yakwabani emabamba anje?