Joel 2:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
VUTELANI ngexilongo e‐Ziyone, nihlokomise ivuso entabeni yam engcwele: mabangcangcazele bonke abemi belizwe; ngokuba umhla kayehova usiza, ngokuba ukufupi:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Vuthelani isigodlo eZiyon, nihlabe umkhosi entabeni yam engcwele. Mabagungqe bonke abemi belizwe, ngokuba isiza imini kaYehova, kuba isondele:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Vuthelani isigodlo eZiyon, mbulaleni ukumkani entabeni yam engcwele; mabangcangcazele bonke abemi behlabathi, ngokuba isiza imini kaYehova, kuba ikufuphi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Hlokomisan' ixilongo eZiyon; hlaban' umkhosi kwintaba yam engcwele. Mabankwantye bonke abemi beli lizwe. Kaloku imini kaNdikhoyo isemnyango; ayifikanga, koko igalelekile.