Joel 2:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngubanina owaziyo? angaguquka abe nosizi, alishiye itamsanqa emva kwake, umnikelo wokudla, nomnikelo wokusela, kuyehova, utixo wenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngubani na owaziyo? mhlawumbi wobuya azohlwaye, ashiye intsikelelo ngasemva kwakhe, umnikelo wokudla nothululwayo kuYehova uThixo wenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngubani na owaziyo ukuba wobuya aguquke, ashiye intsikelelo ngasemva kwakhe; umnikelo wokudla okuziinkozo nomnikelo othululwayo kaYehova uThixo wenu?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngubani ke owaziyo? Noko mhlawumbi angabuya asivele, asithululele iintsikelelo – umnikelo weenkozo kunye nothululwayo uziswe kuNdikhoyo uThixo wakho.