Joel 2:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Niya kwandula ukwazi ukuba mna ndipakati kwo‐Sirayeli, nokuba kwa mna, Yehova, ndi ngutixo wenu, engeko wumbi; kanjalo abasayi kuba nokudana abantu bam napakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nazi ukuba ndiphakathi kwamaSirayeli; ukuba mna Yehova ndinguThixo wenu, akukho wumbi; bangadani abantu bam naphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nazi ukuba ndiphakathi kwamaSirayeli, ukuba ndinguYehova uThixo wenu, akukho wumbi; yaye abantu bam abayi kudana naphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Niya kuqonda ukuba ndinaye uSirayeli, nazi ukuba ndinguNdikhoyo uThixo wenu, niqonde ukuba akukho wumbi. Ewe, soze baphinde badeleke abantu bam nanini na.”