Joel 2:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ewe, napezu kwezicaka, napezu kwezicakakazi, ndiya kugalela umoya wam ngaleyomihla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwanaphezu kwabakhonzi naphezu kwabakhonzazana ndothulula uMoya wam ngaloo mihla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye phezu kwabakhonzi nabakhonzazana ndothulula uMoya wam ngelo xesha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, nezicaka nezicakazana ndiya kuzigalela ngoMoya wam ngaloo mihla.