Joel 3:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
NGOKUBA, bona ke, ngemihla leyo, nangexesha elo, okuya ndiya kubuyisa ukutinjwa kwo‐Juda ne‐Yerusaleme,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba, yabonani, ngayo loo mihla, nangalo elo xesha, ndiya kukubuyisa ngalo ukuthinjwa kukaYuda neYerusalem,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba, yabonani, ngelo xesha nangelo xesha, ekubabuyiseni kwam abantu bakwaYuda nabaseYerusalem ekuthinjweni;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ke kaloku ngaloo mihla, ngalo kanye elo xesha, ekuyibuyiseleni kwam iJerusalem noJuda kwimeko yayo yangaphambili,