Joel 3:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Mazivuswe izizwe, zinyukele emhlanjeni we‐Yehoshafate; ngokuba apo ndiya kuhlala ukugweba zonke izizwe ezingqongayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mazixhoxhwe zinyuke iintlanga, ziye entilini yakwaYoshafati; ngokuba ndiya kuhlala phantsi khona, ukuze ndizigwebe zonke iintlanga zangeenxa zonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mazivuke zinyuke iintlanga, ziye entilini yakwaYoshafati; ngokuba ndiya kuhlala phantsi khona, ukuze ndizigwebe zonke iintlanga ngeenxa zonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ke zona izizwe mazishukunyiswe zingene kwintili kaJoshafati. Ke mna ndohlala khona, ndizigwebe iintlanga ezijikelezileyo.