Joel 3:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ilanga nenyanga zoba mnyama, nenkwenkwezi ziya kufinyeza ukukanya kwazo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ilanga nenyanga zenziwe mnyama, iinkwenkwezi zikufinyezile ukukhanya kwazo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ilanga nenyanga ziya kuba mnyama, neenkwenkwezi zibe mnyama ekuqaqambeni kwazo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Loba mnyama ilanga nenyanga; iinkwenkwezi zosuka zifiphale.