Joel 3:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
I‐Jipete yoba yingci̔takalo, ne‐Edome yoba lubala oluci̔takeleyo, ngenxa yobudlwengu obenzelwe onyana baka‐Juda, ngokuba bepalazile igazi elingenatyala elizweni labo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
IYiputa kuya kuba senkangala, nelakwaEdom libe yintlango esenkangala, ngenxa yokugonyamela kwabo oonyana bakaYuda, ekubeni bephalaze igazi elimsulwa ezweni labo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
iYiputa iya kuba yinkangala ephanzileyo, iEdom ibe yintlango nenkangala, ngenxa yogonyamelo olwenziwa koonyana bakaYuda, ngenxa yokuba bephalaze igazi elimsulwa ezweni labo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
IJiputa yojika ibe yintlango, iEdom ibe yinkangala ebharhileyo, kuba zisuke zamgonyamela uJuda, ezweni lakhe zaphalaza igazi elingenatyala.