Joel 3:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa i‐Juda yomiwa ngonapakade, ne‐Yerusaleme ngesizukulwana ngesizukulwana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke uYuda uya kumiwa ngonaphakade, iYerusalem imiwe kwizizukulwana ngezizukulwana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke yena uYuda uya kuphila ngonaphakade, neYerusalem kuse kwizizukulwana ngezizukulwana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJuda uya kumiwa naphakade, iJerusalem imiwe zizizukulwana ngezizukulwana.