John 1:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nguye oti, esiza emva kwam, uze kuba pambili kum, endingafanele mna ukuba ndiwutukulule umtya wesihlangu sake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yena ngothe, esiza emva kwam nje, wesuka waba phambi kwam, endingafanelekileyo mna ukuba ndinyobulule umtya wembadada yakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yena ngothe, esiza emva kwam nje, wesuka waba phambi kwam, endingafanelekileyo mna ukuba ndinyobulule umtya wembadada yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yena uza emva kwam, kodwa mna andifanele kukhulula nomtya lo wezihlangu zakhe.”