John 1:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nguye lo endati ngaye: Kuza emva kwam umntu, oze kuba pambili kum; ngokuba ebeko ndingekabiko mna.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nguye lo ndathi ngaye mna, Emva kwam kuza indoda, esuke yaba phambi, kwam; ngokuba yayitanci kum.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nguye lo ndathi ngaye mna, Emva kwam kuza indoda, esuke yaba phambi, kwam; ngokuba yayitanci kum.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nguye lo bendixela yena xa bendisithi: ‘Emva kwam kuza umntu omkhulu kunam, kuba wayekho ndingekabikho mna.’