John 1:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndaye ndingamazi ke: koko ukuze abonakaliswe ko‐Sirayeli, kukona ndezayo mna ndibapitizesha ngamanzi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bendingayazi nam; le nto ndeza mna, ndibhaptiza ngamanzi, kukuze ibonakalaliswe kuSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke nam bendingamazi; le nto ndeza mna, ndibhaptiza ngamanzi, kukuze ibonakalaliswe kuSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nam ngokwam bendingamazi; koko ndize kubhaptiza ngamanzi ngenjongo yokuba ndimazise kubantu bakwaSirayeli.”