John 1:34 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndibonile ke, ndinqi̔nile kanjalo ukuba lo unguye unyana katixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nam ndibonile, ndingqinile, ukuba lo nguye uNyana kaThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nam ndibonile, ndingqinile, ukuba lo nguye uNyana kaThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke mna, ndikubonile nje oku, ndiyangqina okokuba lo nguye uNyana kaThixo.”