John 1:38 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wajika ke u‐Yesu, wababona belandela, wati kubo: Nifuna nto nina? Bati bona kuye: Rabi! (oko kukuti ngokukunyushwa, Mfundisi!) uhlala pina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku ujikile uYesu, ababone belandela, athi kubo, Nifuna ntoni na? Bathi ke bona kuye, Rabhi (oko kukuthi ngentetho evakalayo, mfundisi), uhlala phi na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku ujikile uYesu, ababone belandela, athi kubo, Nifuna ntoni na? Bathi ke bona kuye, Rabhi (oko kukuthi ngentetho evakalayo, Mfundisi), uhlala phi na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akubheka uYesu, wabona ukuba bayamlandela, waza wathi kubo “Ngaba nifuna ntoni na?” Baza bathi kuye: “Mfundisi, uhlala phi na?”