John 1:39 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati kubo: Yizani nibone. Beza babona apo ahlala kona, bahlala kuye imini leyo; yabiyiyure yanga yeyeshumi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Athi kubo, Yizani nibone. Beza, babona ke apho ahlala khona; bahlala naye loo mini; laye ke ilixa lingathi leleshumi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Athi kubo, Yizani nibone. Beza, babona ke apho ahlala khona; bahlala naye loo mini;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi kubo: “Yizani, nibone.” Bahamba kunye naye ke, bayibona indawo awayehlala kuyo, baza bahlala naye loo mini. Ixesha lalimalunga nentsimbi yesine emva kwemini.