John 1:42 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wamzisa ku‐Yesu. Wati u‐Yesu emkangele ke: Wena ungu‐Simone, unyana ka‐Jona; uya kubizwa ngo‐Kefasi; (okuti ukukunyushwa ngo‐Petrosi.)
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wamsa kuYesu; uthe ke uYesu wondela kuye, wathi, Wena unguSimon, unyana kaYona; kuya kuthiwa unguKefas (oko kukuthi ngentetho evakalayo, unguPetros).
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wamsa kuYesu; uthe ke uYesu wondela kuye, wathi, Wena unguSimon, unyana kaYona; kuya kuthiwa unguKefas, oko kukuthi ngentetho evakalayo, unguKefas.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wamsa kuYesu ke; waza uYesu wamjonga, wathi: “Wena unguSimon, unyana kaYohane. Igama lakho loba *nguKefas.” (Oko kukuthi “Lwalwa.”)