John 1:44 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku u‐Filipi ebengowase‐Betesayida, kwisixeko sika‐Andreya no‐Petrosi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku uFilipu ebengowaseBhetesayida, womzi wakuloAndreya noPetros.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke uFilipu ebengowaseBhetesayida, idolophu yakuloAndreya noPetros.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uFilipu wayengowaseBhetesayida, idolophu yakuloAndreya noPetros.