John 1:49 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wapendula u‐Natanayeli wati kuye: Rabi! unguye unyana katixo, unguye ukumkani wo‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Aphendule uNataniyeli athi kuye, Rabhi, wena unguye uNyana kaThixo, wena unguye uKumkani kaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Aphendule uNataniyeli athi kuye, Rabhi, wena unguye uNyana kaThixo; wena unguye uKumkani wakwaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNataniyeli wamphendula wathi: “Mfundisi, inene unguNyana kaThixo; unguKumkani wakwaSirayeli.”