John 1:50 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wapendula u‐Yesu wati kuye: Ngokokuba ndati kuwe, ndakubona ngapantsi kwomkiwane, uyakolwa na? uya kubona izinto ezinkulu kwezi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula uYesu wathi kuye, Ngokuba ndithe kuwe, Ndandikubona uphantsi komkhiwane, uyakholwa na? Uya kubona izinto ezingaphezulu kwezo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula uYesu wathi kuye, Ngokuba ndithe kuwe, Ndandikubona uphantsi komkhiwane, uyakholwa na? uya kubona izinto ezinkulu kunezi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu wathi kuye: “Ùkholwa ngokuba ndithe kuwe ndikuboné uphantsi komkhiwane? Uya kubona izinto ezingaphezulu lee kunezi.”