John 1:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yena lo wezela ukunqi̔na, ukuba anqi̔ne ngalo ukanyiso, ukuze bonke bakolwe ngaye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lowo weza kuba lingqina, ukuze angqine ngalo ukhanyiso, ukuze bonke bakholwe ngaye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yena weza kungqina, engqinela ukukhanya, ukuze bonke bakholwe ngaye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yena weza kungqina, engqinela ukukhanya, ukuze bonke bakholwe ngenxa yobungqina bakhe.