John 1:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lona ukanyiso oluyinyaniso belululo olukanyisayo bonke abantu besiza elizweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waye ke yena elukhanyiso oluyinyaniso, olubakhanyiselayo abantu bonke, esiza ehlabathini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lowo ulukhanyiso lwenene olukhanyisela wonke umntu, wayesiza ehlabathini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lowo ulukhanyiso lwenene olukhanyisela wonke umntu, wayesiza ehlabathini.