John 10:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku ongumqeshwa uyabaleka, ngokuba engumqeshwa, engayikataleli izimvu ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umqeshwa lo ke ubaleka ngokuba engumqeshwa, engazikhathalele izimvu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umqeshwa lo ke ubaleka kuba engumqeshwa engazikhathalele izimvu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umqeshwa lo ke ubaleka kuba engumntu nje oqeshiweyo engazikhathalele iigusha.