John 10:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngenxa yoku ubawo uyanditanda, ukuba ndibubeka pantsi ubomi bam, ukuze ndibuye ndibutabate.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngenxa yoku uBawo uyandithanda; ngokuba mna ndibuncama ubomi bam, ukuze ndibuye ndibuthabathe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yoku uBawo uyandithanda; ngokuba mna ndibuncama ubomi bam, ukuze ndibuye ndibuthabathe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“UBawo uyandithanda, ngenxa yokuba ndibuncama ubomi bam. Ke ndobuya ndibufumane.