John 10:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bati abanye: Lamazwi akangawalowo ungenelwe yidemoni. Idemoni ingavula amehlo abazimfama na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abanye babesithi, La mazwi asingawo awophethwe yidemon:idemon ingaba inako yini na ukuvula amehlo emfama?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abanye bathi, La mazwi asingowomntu unendimoni. Idemon inako na ukuwavula amehlo eemfama?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa amanye ayesithi: “Umntu onendimoni akanakuthetha ngolu hlobo. Ibinokuthini indimoni ukuba nako ukuvula amehlo eemfama?”