John 10:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kuloko nina ningakolwayo; ngokuba ningezezakuzo izimvu zam, njengokuba bendisitsho kuni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nina anikholwa; kuba aningabo abezimvu zam; njengoko ndanixelelayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nina anikholwa; ngokuba aningabo abezimvu zam; njengoko ndanixelelayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ningàkholwa nje kum kungenxa yokuba ningezizo iigusha zam.