John 10:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ndiyazinika nobomi obungunapakade; azisayi kubu̔ba ke napakade, akuyi kubako ozihlutayo esandleni sam kanjako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
mna ndizinika ubomi obungunaphakade; azisayi kutshabalala naphakade; akukho namnye uya kuzihlutha esandleni sam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
mna ndizinika ubomi obungunaphakade; azisayi kutshabalala naphakade; akukho namnye uya kuzihlutha esandleni sam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndizinika ubomi obungenasiphelo. Azisoze zitshabalale, kwaye akukho bani unokuzihlutha kum.