John 10:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Andula ama‐Juda abuya acola amatye, ukuze amgibisele ngawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abuya ngoko amaYuda achola amatye ukuba amxulube.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abuya ngoko amaYuda achola amatye ukuba amxulube.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Aphinda amaJuda achola amatye, efuna ukumgibisela ngawo ambulale uYesu.