John 10:38 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa ukuba ndiyayenza, nakuba ningakolwayo ndim, kolwani yimisebenzi leyo; ukuze nazi, nikolwe, ukuba ubawo ukum, nokuba mna ndikuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ukuba ndiyayenza, nokuba anikholwa ndim, kholwani yiyo yona imisebenzi; ukuze nazi, nikholwe, ukuba uBawo ukum, nam ndikuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ukuba ndiyayenza, nokuba anikholwa ndim, kholwani yiyo yona imisebenzi; ukuze nazi, nikholwe, ukuba uBawo ukum, nam ndikuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kodwa ukuba ndiyawenza, bamkeleni ubungqina bezenzo zam, nokuba ananeliseki ndim. Ke ngoko noqonda nazi okokuba uBawo ukum, nam ndikuye.”

Recommended Reading