John 10:39 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abefuna ngoko kanjako ukumbamba; kanti wapuma esandleni sawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abuya ngoko afuna ukumbamba; waphuluka ezandleni zawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abuya ngoko afuna ukumbamba; kodwa wasinda esandleni sabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AmaJuda azama kwakhona ukumbamba uYesu, kodwa wawaphepha,