John 10:40 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wemka wabuya waya pesheya kwe‐Yoredane, kulondawo apo u‐Johane ebebapitizesha kona ekuqaleni; wahlala k o na ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabuya wemka, waya phesheya kweYordan, kwindawo abebhaptizela kuyo uYohane kuqala; wahlala khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuya wemka, waya phesheya kweYordan, kwindawo abebhaptizela kuyo uYohane kuqala; wahlala khona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
wabuya wemka waya phesheya kweJordan, apho wayebhaptiza khona kuqala uYohane, wahlala khona.