John 10:41 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza abaninzi beza kuye, ababesiti: u‐Johane okunene akenza namnye ummangaliso; kodwa zonke ezozinto wazitetayo u‐Johane ngaye lo, zibe ziyinene.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kweza babaninzi kuye, bathi, UYohane okunene akenzanga namnye umqondiso; kodwa ke zonke izinto, awazithethayo uYohane ngaye lo, zaziyinene.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kweza babaninzi kuye, bathi, uYohane okunene akenzanga namnye umqondiso;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kweza abantu abaninzi kuye, bathi: “UYohane okunene akazange enze namnye umqondiso, kodwa konke awakuthethayo ngalo mntu kuyinyaniso.”